Iindawo Zokurenta Inyanga eSouth Savo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Puumala
Amagumbi eLake Saimaa embindini wePuumala
3–31 Mey
Yi$1 649 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-294
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Juva
I-Villa Rautjärvi (Uthutho lwamahala ukusuka eMikkeli)
12 Nov – 10 Dis
Yi$5 540 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-259
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Savonlinna
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enegumbi lokulala elinye embindini weSavon
21 Aga – 18 Sep
Yi$1 116 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Mikkeli
I-Sukvikoto
29 Aga – 26 Sep
Yi$2 115 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-608

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.