Iindawo Zokurenta Inyanga eSpijkenisse

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Spijkenisse
Iflethi enegadi ngasemanzini.
12 Feb – 12 Mat
Yi$1 921 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Geervliet
Indlu encinci: 'IHenhouse' eGeervliet
2–30 Dis
Yi$1 353 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-433
Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala nenesidlo sakusasa e-Barendrecht
Isidlo sakusasa esiyi-10 se-centrum Rotterdam!
17 Nov – 15 Dis
Yi$1 611 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-179
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rotterdam
Indlu etofotofo imizuzu eyi-10. ukusuka embindini weRotterdam
5 Feb – 5 Mat
Yi$2 088 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-130

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSpijkenisse

Arcaplexbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dirkbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Het Kasteel van Rhoonbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.