Iindawo Zokurenta Inyanga eSpring Creek

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Ikharaveni e-Marshall
Cliffside Airstream
4 Epr – 2 Mey
Yi$1 168 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-145
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Hot Springs
Ifama Hlala kwi-2 Studs Ranch eHot Springs, NC
1–29 Dis
Yi$2 686 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hot Springs
Indlu esemaphandleni kaLola
1–29 Jun
Yi$1 805 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-70
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Hot Springs
Couples getaway w/king size bed & outdoor hot tub!
1–29 Dis
Yi$3 075 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-27

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.