Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSpruce Grove

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-St. Albert
Indawo yakho yokungena kwigumbi elinomnyango ophumela ngaphandle
20 Mat – 17 Epr
Yi$1 091 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Edmonton
I-North East Edmonton HomeStay
11 Epr – 9 Mey
Yi$978 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Spruce Grove
I-Bohemian Chic Suite w/Ukungena Kwabucala Nendawo Yokupaka
28 Epr – 26 Mey
Yi$1 934 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Spruce Grove
Ikhaya elinegumbi lokulala eliyi-1 elinendawo yokupaka esimahla esitratweni
18 Jul – 15 Aga
Yi$1 456 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSpruce Grove

Walmart Spruce Grove Supercentrebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Clifford E. Lee Nature Sanctuarybayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Beer Hunterbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.