Iindawo Zokurenta Inyanga eSrbská Kamenice

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Česká Kamenice
Iflethi okanye indlu ekwicomple
11 Nov – 9 Dis
Yi$975 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Jetřichovice
I-Elbe Sandstone Cottage
23 Okt – 20 Nov
Yi$4 315 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-249
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Děčín
Iflethi embindini weDecin ekufutshane ne nge-ferrata
9 Jan – 6 Feb
Yi$911 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-195
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Děčín
Iflethi embindini wedolophu phantsi kwe-Via ferrata
16 Jan – 13 Feb
Yi$1 281 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-275

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.