Iindawo Zokurenta Inyanga eSt. John

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cruz Bay
I-Cruz Bay Modern Luxury Apt.
16 Jul – 13 Aga
Yi$4 075 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cruz Bay
Ukuhamba imizuzu eyi-5 ukuya kwi-Cruz Bay, Iflethi Epholileyo.
9 Jan – 6 Feb
Yi$4 981 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-187
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Coral Bay
I-Sweet Escape! I-45' deck kunye nokubukwa kwentlambo
21 Sep – 19 Okt
Yi$4 082 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-152
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-East End
I-St. Thomas USVI, i-Waterfront Condo, Engabiziyo
19 Feb – 19 Mat
Yi$3 095 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.