Iindawo Zokurenta Inyanga eSt Kilda beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint Kilda
Iflethi okanye indlu ekwicomplex, iWifi kuquka
27 Okt – 24 Nov
Yi$1 764 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint Kilda
Isitudiyo i-St Kilda - i-wifi yasimahla kunye neNetflix
29 Jan – 26 Feb
Yi$1 205 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-410
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint Kilda
Ukuvuselela Iholide Ngaselwandle eVibrant St Kilda
23 Okt – 20 Nov
Yi$2 497 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-214
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint Kilda
I-Garden oasis ethe cwaka ngokuchasene nolwandle !!
24 Epr – 22 Mey
Yi$3 292 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-223

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.