Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eStains

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gonesse
44m² uyilo | CDG | Paris | Disney | Astérix
13 Dis – 10 Jan
Yi$2 044 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-Denis
I-Cosy Flat Paris
17 Jun – 15 Jul
Yi$1 860 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-254
ISuperhost
Indlu e-Stains
Maison dépendance au calme 4 pers
4 Mat – 1 Epr
Yi$1 629 ngenyanga
4.73 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-15
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Romainville
Studio proche Paris - Romainville le Village
1–29 Mat
Yi$1 061 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseStains

Carrefour Stainsbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Rawalbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gare de Pierrefitte Stains stationbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.