Iindawo Zokurenta Inyanga eStandish Township

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Alger
I-Luxury Lakefront Escape: Ikhaya Elitofotofo Elivulekileyo
18 Okt – 15 Nov
Yi$3 125 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Au Gres
Ikhaya Elitofotofo eLake Huron I
7 Nov – 5 Dis
Yi$2 650 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-302
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Midland
Ayinabala kwaye Itofotofo Kufuphi neDowntown Midland
21 Jul – 18 Aga
Yi$1 637 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bay City
Igumbi elinye lokulala elitofotofo kwiDowntown Bay City
7 Dis – 4 Jan
Yi$1 467 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.