Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eStanford on Avon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Shawell, Lutterworth
Indawo Yokuhlala Eneevenkile Ezimbini Ezizimeleyo Zanamhlanje
20 Mat – 17 Epr
Yi$1 744 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-206
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Warwickshire
Isihlomelo Segadi Esandul 'Ukulungiswa Ngokufikelela Kwakho
1–29 Mey
Yi$1 733 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Leicester
Ukubona onke amaxesha onyaka
26 Dis – 23 Jan
Yi$1 882 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Husbands Bosworth
I-Stable @ Two The Green, Husbandsworth
16 Jun – 14 Jul
Yi$1 969 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-150

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.