Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eStanford

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Stanford
I-Studio suite; i-king okanye ibhedi elala umntu omnye eyi-2, igadi yabucala
15 Jan – 12 Feb
Yi$907 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Stanford
I-Poplar Chalet - iSondagskloof
12 Jan – 9 Feb
Yi$3 311 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Caledon
I-STOEPSIT EZIMBINI, INDLU ESEMAPHANDLENI ENAMAGUMBI OKULALA AYI-2 ATOFOTOFO.
30 Okt – 27 Nov
Yi$1 077 ngenyanga
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Hermanus
Indlu esemaphandleni yomlobi ngendleleni yamawa enamandla elanga
14 Mey – 11 Jun
Yi$950 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseStanford

Ou Meul Stanfordbayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Birkenhead Brewerybayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Trattoria - Stanfordbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Coffee Cornerbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Madrebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stanford Trading Storebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.