Iindawo Zokurenta Inyanga eStaré Buky

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Staré Buky, ECzechia
I-Apartmán v Podkrkonoší
7 Mat – 4 Epr
Yi$1 090 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-28
ISuperhost
Inqugwala e-Trutnov, ECzechia
Ukuphalaza nje kokuzamazama ngokwenene kunye namaplanga... ! ! !
25 Sep – 23 Okt
Yi$374 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mladé Buky, ECzechia
Ijikeleze umlambo
13 Jan – 10 Feb
Yi$497 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-46
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Svoboda nad Úpou, ECzechia
Iflethi enkulu neqaqambileyo yeholide yonyaka wonke
12 Feb – 12 Mat
Yi$1 007 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-50

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.