Iindawo Zokurenta Inyanga eStaré Město pod Landštejnem

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Triglas, Austria
Iflethi okanye indlu ekwicomplex "i-Forestquarter" 60 m2
9 Okt – 6 Nov
Yi$1 403 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Jindřichův Hradec, ECzechia
Ichibi Loft
25 Sep – 23 Okt
Yi$1 013 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-375
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Nová Bystřice, ECzechia
South Bohemian house with gardens
11 Okt – 8 Nov
Yi$1 688 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Heidenreichstein, Austria
I-Oase Molyvica
23 Jan – 20 Feb
Yi$2 409 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.