Iindawo Zokurenta Inyanga eStatenice

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Praha 6
Yahlula indlu encinci-ADSL, indawo yokupaka yasimahla, igadi
22 Okt – 19 Nov
Yi$1 657 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-598
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Prague
Indawo ethe tyaba efudumeleyo ekufuphi ePrague! - Imizuzu eyi-15. isikhululo seenqwelo-moya
19 Sep – 17 Okt
Yi$3 011 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-162
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Praha 6
Iflethi esandul 'ukwakhiwa kufutshane embindini wedolophu
7 Dis – 4 Jan
Yi$2 092 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146
ISuperhost
Indlu e-Horoměřice
Indlu entle ekufuphi Kwiziko | Ilungele Iintsapho
13 Okt – 10 Nov
Yi$2 890 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-22

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.