Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSucre

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Sucre
Yonke iflethi, i-Wifi, i-TVcable,Amanzi ashushu
24 Dis – 21 Jan
Yi$421 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sucre
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esembindini
16 Jun – 14 Jul
Yi$716 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Sucre
Indawo yethala elitofotofo
24 Mat – 21 Epr
Yi$275 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sucre
Iflethi okanye indlu ekwicomple
14 Jun – 12 Jul
Yi$661 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSucre

Plaza 25 De Mayobayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yaseBolivarbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yaseKretasebayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mercado Campesinobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Market yaseCentralbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SAS Supermarketbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.