Iindawo Zokurenta Inyanga eSulaymaniyah

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ifama e-Sulaymaniyah
I-Villa,ipuli,,🏀 indawo, ii-dumbbells, ii-swings, i-bliard 🎱
17 Epr – 15 Mey
Yi$2 744 ngenyanga
4.67 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sulaymaniyah
Entire flat in Sulaymaniyah
13 Jun – 11 Jul
Yi$1 115 ngenyanga
Indawo entsha yokuhlala
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sulaymaniyah
Have fun and save money
13 Jun – 11 Jul
Yi$1 611 ngenyanga
Indawo entsha yokuhlala
Indlu e-Sulaymaniyah
I-Shexmhedin kufuphi nesitrato salm
30 Okt – 27 Nov
Yi$1 301 ngenyanga
Indawo entsha yokuhlala

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.