Iindawo Zokurenta Inyanga eSuva

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Suva
I-Suva Central Superhost Exotic Gardens Guest Home
2–30 Epr
Yi$1 577 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Suva
Shai’s Guest House
23 Nov – 21 Dis
Yi$1 035 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Suva
Homey House 31 - 1 bedroom flat
7 Mey – 4 Jun
Yi$690 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Suva
Alley Secret Apartment 1
4 Okt – 1 Nov
Yi$757 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSuva

Flagstaff Plazabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Holiday Inn Suvabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Grand Pacific Hotelbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
TappooCity Suvabayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Damodar City Centrebayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
MHCC the Meeting Pointbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Fiji
  3. Central Division
  4. Rewa
  5. Suva
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga