Iindawo Zokurenta Inyanga eTaghazout

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Agadir
INDAWO ENGASEMANZINI, UKUJONGA ULWANDLE, ITYEYA ENKULU
11 Jan – 8 Feb
Yi$1 512 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-241
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Taghazout
Eyona ndawo unokuyibona eTaghazout
10 Feb – 10 Mat
Yi$3 318 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-162
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Taghazout
I-Taghazout/I-Anchor Point/indawo entle kunye nompheki wabucala
17 Feb – 17 Mat
Yi$3 721 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tamraght
The Blue ship
19 Okt – 16 Nov
Yi$384 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTaghazout

Amouage by Surf Marocbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Windy Bay Café_Restobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
World of Wavesbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Munga Guesthousebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Surf Berberebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dar Josephinebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.