Iindawo Zokurenta Inyanga eTaipei

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ithaipeyi
IHolo yeSixeko senyanga iStn. 300m/Yongji B MRT Station 300m/Yongjilinju B
23 Mat – 20 Epr
Yi$1 585 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Taipei City, TW
I-MTC Shida NTNU kunye ne-NTU ngenyanga 月租
21 Mey – 18 Jun
Yi$1 065 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ithaipeyi
1 Min to MRT Dongmen station, Yong Kang district
11 Nov – 11 Dis
Yi$758 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Ithaipeyi
小白屋 Shida / NTNU studio
15 Jul – 12 Aga
Yi$1 111 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTaipei

Taipei 101bayi 1 120 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Daan Forest Parkbayi 274 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Huashan 1914 Creative Parkbayi 528 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-City Mall yase-Taipeibayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
TAIPEI 101 Observatorybayi 181 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Taipei Zoobayi 143 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.