Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eTaormina

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Taormina
Isitudiyo sale mihla esinebhalkhoni yokubuka ulwandle
11 Okt – 8 Nov
Yi$1 268 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Taormina
I-Casa Girolamo ePiazza Duomo
3–31 Jan
Yi$1 837 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Giardini-Naxos
Elunxwemeni - indlu kaMari - IWIFI
22 Dis – 19 Jan
Yi$1 402 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Taormina
INGCAMANGO YETAORMINA LEMON KUNYE NOLWANDLE OLUHLAZA
8 Dis – 5 Jan
Yi$3 827 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTaormina

Teatro Antico di Taorminabayi 345 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Corso Umbertobayi 110 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Villa Comunale Di Taorminabayi 86 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Taormina Duomobayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Castello di Molabayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Parcheggio Lumbibayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.