Iindawo Zokurenta Inyanga eTasmania

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Glaziers Bay
I-Huon Valley View Cabin kufutshane neCygnet
13 Aga – 10 Sep
Yi$1 470 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-549
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-South Launceston
"Oku Kumele Kube Yindawo!" Ukubaleka
8 Jun – 6 Jul
Yi$1 477 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-407
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Forcett
I-Mudbrick Retreat Ikude neHustle & Bustle
8 Epr – 6 Mey
Yi$1 919 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Launceston
Isitudiyo esithe cwaka nesiphithizelayo
3–31 Mey
Yi$1 093 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-335

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.