Iindawo Zokurenta Inyanga eTegucigalpa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Tegucigalpa
Iflethi eyi-1BD kufutshane neevenkile ezinkulu neevenkile zokutyela(5)
16 Epr – 14 Mey
Yi$1 078 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-240
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Tegucigalpa
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eneenkcukacha ezikhethekileyo zeGreen Palm
13 Jan – 10 Feb
Yi$971 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-121
ISuperhost
I-loft e-Tegucigalpa
Studio Apartmento 1BR - Céntrico y Equipado
6 Sep – 4 Okt
Yi$987 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Tegucigalpa
I-Luxury Overdrive
2–30 Jun
Yi$1 730 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-297

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTegucigalpa

Mall Multiplazabayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall Cascadasbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Toncontín International Airportbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall Plaza Mirafloresbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centro Comercial Novacentrobayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yaseCentralbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.