Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eTel Aviv-Yafo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Tel Aviv
Beautiful Studio Right by the Beach
15 Jul – 12 Aga
Yi$1 606 ngenyanga
ISuperhost
I-loft e-Tel Aviv-Yafo
I-Old Jaffa Crib Elwandle
23 Jun – 21 Jul
Yi$2 718 ngenyanga
ISuperhost
I-loft e-Tel Aviv-Yafo
I-loft ★yobugcisa w. Ukubona ulwandle/Indawo enkulu/iNetflix★
5 Mat – 2 Epr
Yi$2 352 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tel Aviv-Yafo
I-Garden Studio nguDizengoff
2–30 Mey
Yi$1 693 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTel Aviv-Yafo

I-Dizengoff Centerbayi 707 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Yarkon Parkbayi 176 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imarike ye-Saronabayi 246 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nahalat Binyamin Streetbayi 118 abantu basekuhlaleni abayincomayo
TLV Fashion Mallbayi 91 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hayarkon Parkbayi 333 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.