Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eTemuco

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Temuco
Isebe Elizimeleyo 5
18 Dis – 15 Jan
Yi$450 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-326
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Temuco
Iflethi okanye indlu ekwicomplex, indawo entsha nenelungelo
19 Sep – 17 Okt
Yi$858 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Temuco
Iflethi eyahlukileyo 1
10 Dis – 7 Jan
Yi$441 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-272
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Temuco
Isebe le-Temuco Studio "Abahambi✈️"
8 Mat – 5 Epr
Yi$759 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-137

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTemuco

Portal Temucobayi 44 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Istadion Germán Beckerbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casino Dreams Temucobayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Vivo Outlet Mallbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jumbobayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Liderbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Chile
  3. Araucania
  4. Cautín Province
  5. Temuco
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga