Iindawo Zokurenta Inyanga eThạc Gián

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ngũ Hành Sơn
I-ModernLuxury Studio 1mins ukuya elwandle
19 Jun – 17 Jul
Yi$465 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-478
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Thanh Khê
ZORO1*CityView Superior Apartment 2 Bdrs - 100 m2
13 Jul – 10 Aga
Yi$1 747 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-308
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sơn Trà
Isitudiyo esitofotofo esiphakathi kwicala laseDa Nang & River.
18 Jun – 16 Jul
Yi$402 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146
ISuperhost
Indlu e-Q. Thanh Khê
I-Blue House, eVietnam
1–29 Jan
Yi$673 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-45

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThạc Gián

My Quang Ba Muabayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Starlight Entertainment Center Danangbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nha Do Com Nieu Restaurantbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Coffee House - Le Duan (Danang)bayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hoan My Da Nang Hospitalbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Quán Mì Quảng Hương Quêbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.