Iindawo Zokurenta Inyanga eThalihalla

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Ifama e-chikmagalur
"I-NeSt" (Isidlo sakusasa se-Bed n) i-admist coffee plant
19 Jun – 17 Jul
Yi$1 143 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-164
ISuperhost
Indlu e-chikmagalur taluk and district
I-Redof Homestay (Ngena njengoko undwendwe luhamba njengentsapho)
30 Mey – 27 Jun
Yi$296 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-74
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Keremakki
Opod's Chikmagalur (Private Pool)
9 Jul – 6 Aga
Yi$620 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kadavanthi
Cozy Stay Amidst Serene Coffee Plantations - 1BHK
19 Mey – 16 Jun
Yi$389 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.