Iindawo Zokurenta Inyanga eTham Phannara

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
I-townhouse e-Tambon Pak Nam
Ikhaya laseKrabi Sweety
29 Okt – 26 Nov
Yi$3 020 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-47
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Tambon Krabi Noi
I-Krabi Modern Home enamagumbi okulala ayi-2 namagumbi okuhlambela ayi-2
5 Mey – 2 Jun
Yi$829 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-65
Indlu e-Thab Prik
Indlu entsha yale mihla yegumbi lokulala elinye enendawo yokungena kwipuli.
16 Mey – 13 Jun
Yi$1 147 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-58
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Thab Prik
New modern 4 Bed House in Krabi thailand
21 Mat – 18 Epr
Yi$2 481 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.