Iindawo Zokurenta Inyanga eThe Junction

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Merewether
Indawo epholileyo nonxweme iqulethe i-Merewether unit
25 Jul – 22 Aga
Yi$3 123 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Merewether
Cosy Merewether Studio | Aircon, internal laundry
8 Jun – 6 Jul
Yi$2 035 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hamilton
Iflethi Yabucala Enezinto Onokuzisebenzisa Ezipheleleyo eNewcastle
20 Mey – 17 Jun
Yi$2 352 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Newcastle
Isixeko saseSnug eNewcastle Beach - Akukho mali yeendwendwe zakwa-Airbnb
21 Aga – 18 Sep
Yi$2 705 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThe Junction

Junction Fair Shopping Centrebayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Junction Hotelbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Talulahbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Hood Milk Barbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Doughheadsbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lotus Cornerbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.