Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eThe Pearl-Qatar

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Doha
Studio in Pearl Qatar
6 Jul – 3 Aga
Yi$2 762 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Doha
Isitudiyo esitofotofo embindini weThe Pearl!
19 Jul – 16 Aga
Yi$2 563 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Doha
istudiyo esihle kwindawo enkulu w/marina
10 Nov – 8 Dis
Yi$3 484 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Doha
I-Luxury & Comfy Gem ~ Ukubuka Okuhle ~ Ipuli ~ Gym
8 Nov – 6 Dis
Yi$3 423 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThe Pearl-Qatar

The Pearl Qatarbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marsa Malaz Kempinski, The Pearl - Dohabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Ritz-Carlton, Dohabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Novo Cinemas, The Pearlbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Carluccio's - The Pearlbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chocolate Barbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.