Iindawo Zokurenta Inyanga eThe Woodlands

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Spring
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwicomplex ekwicomplex ek
2–30 Aga
Yi$1 933 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-85
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Spring
I-Woodlands Studio
29 Epr – 27 Mey
Yi$1 643 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-79
ISuperhost
Indlu e-The Woodlands
★Cosy House ☻ 3 Bed, 2 Baths in The Woodlands
18 Dis – 15 Jan
Yi$2 163 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-68
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Spring
Indlu yeendwendwe entle kakhulu ejonge kwiGolf Course
3 Jun – 1 Jul
Yi$2 351 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThe Woodlands

The Woodlands Mallbayi 269 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cynthia Woods Mitchell Pavilionbayi 134 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Market Streetbayi 153 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Woodlands Waterway Marriott Hotel & Convention Centerbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Woodlands Resortbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Northshore Parkbayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.