Iindawo Zokurenta Inyanga eThepharak

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-TH
Ukuhlala kwale mihla kufutshane nesikhululo saseTipawan (Sky Train)
21 Mat – 18 Epr
Yi$378 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-27
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Khet Prawet
Igumbi lokulala elitofotofo eliyi-1 elinebhalkhoni
23 Jun – 21 Jul
Yi$420 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-EBangkok
Iflethi yale mihla kufutshane nesikhululo seenqwelo-moya w/indawo entle yesixeko
26 Jan – 23 Feb
Yi$293 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-32
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Tambon Sam Rong Nua
Unio Suvumvit 72, Near Bearing BTS
18 Epr – 16 Mey
Yi$367 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThepharak

The Erawan Museumbayi 107 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Foodlandbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Big C Jumbobayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jas Urbanbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SanctuaryPAKNAMbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Naval Museumbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.