Iindawo Zokurenta Inyanga eThiruvananthapuram

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Thiruvananthapuram
Ichibi elijonge ikhaya elihlala abantu
13 Jan – 10 Feb
Yi$722 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thiruvananthapuram
UThomas 'Sunshine - iflethi okanye indlu ekwicomplex eyi-2 BHK
20 Mey – 17 Jun
Yi$952 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Thiruvananthapuram
Ikhaya lakho eKerala
17 Jun – 15 Jul
Yi$600 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Thiruvananthapuram
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eyi-2 BHK eneveranda nekhitshi
12 Epr – 10 Mey
Yi$608 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThiruvananthapuram

Kovalam Beachbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ithempeli yeSree Padmanabhaswamybayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall of Travancorebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Napier Museumbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pothys Trivandrumbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aries Plexbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.