Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eThiruvidanthai

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Chennai
Indlu Esemaphandleni, ECR, Chennai
28 Sep – 26 Okt
Yi$1 700 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Chennai
I-Studio Room wth private terrace @OMR Thoraipakkam
12 Jul – 9 Aga
Yi$742 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Padur
Ikhitshi elinento yonke | Ukusebenzela kude | indawo elungele abantwana
29 Nov – 27 Dis
Yi$642 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kelambakkam
I-OMR 2bhk iflethi enefenitshala w a/c &wifi
5 Mat – 2 Epr
Yi$733 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThiruvidanthai

Kovalam Beachbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Taj Fisherman's Cove Resort & Spa Chennaibayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ECR Dhaba Restaurantbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.