Iindawo Zokurenta Inyanga eThorney Island

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Uvimba e-FUNTINGTON
I-Funtington Village B ne-B - Isihlomelo silala abantu abayi-4+
31 Okt – 28 Nov
Yi$1 514 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-301
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Funtington
Idolophana iFuntington B noB - iCartbarn Ilala abantu abayi-5
3 Feb – 3 Mat
Yi$1 514 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-302
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Havant
I-Elm tree Havant
11 Dis – 8 Jan
Yi$1 413 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-350
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Eastergate
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwicomple
18 Dis – 15 Jan
Yi$1 080 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-152

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.