Iindawo Zokurenta Inyanga eThorpeness

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Suffolk
I-Owl 's Roost, Iholide ethe cwaka eAldeburgh.
3 Nov – 1 Dis
Yi$2 797 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Aldeburgh
Indawo Yokuphumla Yonxweme - Aldeburgh
1–29 Epr
Yi$2 796 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Suffolk
I-Parlour
24 Jun – 22 Jul
Yi$1 503 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Suffolk
I-Suffolk Countryside/Ukuhamba ngaselunxwemeni Indlu Yamaplanga
1–29 Jul
Yi$2 241 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThorpeness

Thorpeness Golf Club & Hotelbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dolphin Innbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Kitchen @ Thorpenessbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Thorpeness boating lakebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Thorpeness Country Clubbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Thorpness Beachbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.