Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eThrandeston

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Norfolk
Istudiyo sale mihla
13 Epr – 11 Mey
Yi$1 885 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-197
ISuperhost
Indlu enevaranda e-Norfolk
Ukubona iPasture "indawo entle yokuhlala"
20 Jan – 17 Feb
Yi$2 267 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-406
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Finningham
Indawo Efanelekileyo Yokubuka i-Suffolk Entle.
26 Sep – 24 Okt
Yi$2 317 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-217
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Norfolk
I-Cottage enamagumbi okulala ayi-2 ekuthiwa yi-Quint Cottage embindini weDos
26 Jul – 23 Aga
Yi$2 421 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-156

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.