Iindawo Zokurenta Inyanga eThunder Bay

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thunder Bay
Ilizwe elizolileyo kwiSixeko.
7 Epr – 5 Mey
Yi$1 322 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thunder Bay
I-Kam View Stay
22 Epr – 20 Mey
Yi$1 679 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thunder Bay
Comfy 2 Bedroom Private Apartment, Great Location
13 Sep – 11 Okt
Yi$2 199 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Thunder Bay
The Best of Northwest
19 Mat – 16 Epr
Yi$1 931 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThunder Bay

Hillcrest Parkbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fort William Historical Parkbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Keg Steakhouse + Bar - Thunder Baybayi 63 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Intercity Shopping Centrebayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Real Canadian Superstorebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
OLG Casino Thunder Baybayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.