Iindawo Zokurenta Inyanga eTiainen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rovaniemi
Iflethi okanye indlu ekwicomplex - ilungele ukuhlala eRovaniemi
6 Aga – 3 Sep
Yi$1 059 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-137
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Rovaniemi
I-Arctic Haven
27 Aga – 24 Sep
Yi$927 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-509
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Rovaniemi
⭑Iflethi yale mihla - Ibhedi Enobukhulu - I-Wifi -Self Ngena⭑
3–31 Okt
Yi$1 119 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rovaniemi
Iflethi okanye indlu ekwicomplex, i-luxury ne-sauna
20 Mey – 17 Jun
Yi$1 237 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-309

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Finland
  3. Lapland
  4. Tiainen
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga