Iindawo Zokurenta Inyanga eTielt

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Ruiselede
Indawo yokuhlala yasemaphandleni phakathi kwamahashe | Indlu
18 Feb – 18 Mat
Yi$2 235 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-435
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Deinze
Iflethi entle phakathi kweGhent neBruges + iibhayisekile
22 Aga – 19 Sep
Yi$2 044 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-142
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Aalter
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esandul 'ukwakhiwa
10 Jan – 7 Feb
Yi$1 762 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-370
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wingene
Barnhouse
27 Jun – 25 Jul
Yi$2 927 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-211

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTielt

De Nieuwe Lekkerbekbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kasteel van Poekebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Carlitobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Belgium
  3. Flanders
  4. West Flanders
  5. Tielt
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga