Iindawo Zokurenta Inyanga eTigre

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tigre
I-TIGRE GO 1, enendawo entle nebhalkhoni
27 Jul – 24 Aga
Yi$1 246 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tigre
Iflethi epholileyo nesexesheni, eyona Ndawo intle yaseTigre!
31 Mat – 28 Epr
Yi$549 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tigre
I-Loft eqaqambileyo kunye nePileta eTiger
18 Jan – 15 Feb
Yi$962 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Tigre
I-Central Duplex enePuli
2–30 Aga
Yi$991 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTigre

I- Puerto de Frutosbayi 181 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Vivancobayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko lezobuciko ze-Tigrebayi 56 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Trilenium Casinobayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
María Lujanbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Brujas Tigrebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.