Iindawo Zokurenta Inyanga eTihaka

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Riverton
ISITUDIYO ESITHANDEKAYO SONKE SIYAKWAMKELA
30 Jul – 27 Aga
Yi$1 502 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-289
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Riverton
I-Towack Beach House Next Door brand new studio
3–31 Jul
Yi$1 602 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-324
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Riverton / Aparima
Indlu Esemaphandleni Eyakhiwe Ngamaplanga
27 Jul – 24 Aga
Yi$2 693 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Riverton
I-Southern Scenic Stargazer
29 Aga – 26 Sep
Yi$2 051 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-213

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.