Iindawo Zokurenta Inyanga eTilcara

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Purmamarca
I-Eco Cabin 2 e-Purmamarca
17 Mey – 14 Jun
Yi$1 071 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tilcara
INDLU YAMAPLANGA ETOFOTOFO
22 Epr – 20 Mey
Yi$264 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Tilcara
El refugio del amarillo Juella
30 Mey – 27 Jun
Yi$755 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Tilcara
I-Casa Andina del Pucará
2–30 Jun
Yi$3 330 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTilcara

Pucara de Tilcarabayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Picaditabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mercado Municipal de Tilcarabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Khuskabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
EL NUEVO PROGRESObayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Sargento Antonino Pelocbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.