Iindawo Zokurenta Inyanga eTillicum Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Waldport
I-Gardner 's on Coracle
15 Jan – 12 Feb
Yi$2 405 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-359
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Waldport
I-Seal Cottage kwi-Alsea Bay
27 Jan – 28 Feb
Yi$2 643 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Waldport
1. I-Salty Crab & Seahorse - Ocean View Deck!
4 Feb – 4 Mat
Yi$2 879 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-296
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Waldport
I-Shorepine - Ukuzola okuncinci kunxweme lwase-Oregon!
4 Okt – 1 Nov
Yi$3 285 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.