Iindawo Zokurenta Inyanga eTilton

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Danville
Indlu Yamaplanga Esemaphandleni Enkulu Emahlathini
6 Okt – 3 Nov
Yi$2 642 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-374
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Danville/Hillery
Indlu Encinci * I-WI-FI ENTSHA yeSantya esiphezulu *
9 Dis – 6 Jan
Yi$3 168 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-335
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Covington
Indlu esedolophini
1–29 Dis
Yi$2 444 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Champaign
Iflethi okanye indlu ekwicomplex
16 Jul – 13 Aga
Yi$1 674 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-147

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.