Iindawo Zokurenta Inyanga eTimberwood Park

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-San Antonio
Indlu Yamaplanga Epholileyo YaseNorway - iRedbird
10 Dis – 7 Jan
Yi$1 518 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-San Antonio
Ikwizinga eliphezulu🌟 LEENKWENKWEZI EZIYI-5 KUFUTSHANE NE-MARRIOTT
20 Jan – 17 Feb
Yi$4 105 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-262
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-San Antonio
Isitudiyo esitsha/Iflethi Enendawo Yokungena Yeprívate
28 Jan – 25 Feb
Yi$1 659 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-235
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-San Antonio
I-Guesthouse Retreat epholileyo kunye neKing size Suite!
21 Jul – 18 Aga
Yi$2 251 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-262

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTimberwood Park

Village at Stone Oakbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bulverde Community Parkbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Alamo Drafthouse Stone Oakbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tejas Rodeo, Steakhouse and Saloonbayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Spechts Texasbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rebecca Creek Distillerybayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.