Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eTimișoara

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Timișoara
Coca iflethi okanye indlu ekwicomplex kufuphi neZiko Nendawo Yoku
25 Jul – 22 Aga
Yi$775 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Timișoara
I-Rox Central Apartments 3
23 Sep – 21 Okt
Yi$1 125 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Timișoara
Indawo etofotofo nekwindawo yabucala esembindini
22 Jul – 19 Aga
Yi$560 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Timișoara
I-Panoramic View Timisoara
23 Jan – 20 Feb
Yi$929 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTimișoara

Iphondo lwe-Uniriibayi 77 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iphondo laseVictorieibayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Timișoara Zoobayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shopping City Timisoarabayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Museum yaseBanat Villagebayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iulius Town Timișoarabayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Romania
  3. Timiș
  4. Timișoara
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga