Iindawo Zokurenta Inyanga eTimpa dei Palombi

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Villaggio Mosè
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle eya eSan Leone CIR 190001Cnger989
26 Sep – 24 Okt
Yi$710 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-374
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Agrigento
I-Villa Mosè Apartment ipuli yokupaka (190001C100589
6 Dis – 3 Jan
Yi$1 937 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-247
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Villaggio Mosè
Indawo epholileyo eSan Leone
7 Dis – 4 Jan
Yi$706 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-196
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Favara
I-Casa di Campagna " Angolo Di Pace "
28 Nov – 26 Dis
Yi$1 220 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.