Iindawo Zokurenta Inyanga eTino

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Portovenere
Ikhowudi ye-Betti EYONWABISAYO 011022-LT-0123
27 Dis – 24 Jan
Yi$2 007 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-La Spezia
APP.TO VICINO ALLA STAZIONE CITRA 011015-LT-2167
27 Okt – 24 Nov
Yi$1 529 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Portovenere
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle enem
18 Jan – 15 Feb
Yi$4 764 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lerici
Iiholide eCasa Roberta
15 Jan – 12 Feb
Yi$1 407 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Italy
  3. Liguria
  4. Province of La Spezia
  5. Porto Venere
  6. Tino
  7. Iindawo Zokurenta Inyanga