Iindawo Zokurenta Inyanga eTjalk, Lelystad

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lelystad
I-STUDIO ESIVULEKILEYO KUNYE nokhetho lwe-sauna
12 Mey – 9 Jun
Yi$3 332 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-269
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Weesp
I-Studio Smal Weesp. Indawo yokupaka esimahla!!
9 Mat – 6 Epr
Yi$1 950 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-181
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-EAmsterdam
Indawo ephezulu, indlu engasemva ethe cwaka, 2p
25 Feb – 25 Mat
Yi$2 669 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-185
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Hilversum
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwicomplex: "I-Serendipity".
8 Feb – 8 Mat
Yi$1 765 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-191

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Netherlands
  3. Flevoland
  4. Lelystad
  5. Tjalk
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga