Iindawo Zokurenta Inyanga eTjörnarp

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Svalöv SO
I-VICE vang - indawo yokuhlala elula yabantu abayi-2 ukuya kwabayi-3
4 Aga – 1 Sep
Yi$1 127 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-244
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Ljungbyhed
Indawo entle ekufutshane neSöderåsens National Park
15 Nov – 13 Dis
Yi$1 118 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-218
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Hörby
Indlu esemaphandleni kwindawo yehlathi
8 Feb – 8 Mat
Yi$3 373 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-156
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Ynglingarum
Indlu esemaphandleni ecaleni kwechibi enendawo yokubasa umlilo ne-sauna.
7 Sep – 5 Okt
Yi$2 029 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.